Project Description

Artist Profile

Noloyiso
Maphakati

Let’s hear from Noloyiso:

Ukhuliswe kanjani?
Mna ndingu Noloyiso ndikhule kakhulu ndikhuliswa ngabazali bam uTata noMama ababengayithandi iMbhuto ndikhule ndithanda ukuzidlalela ngedongwe ndiziqingela iNkomo naBantu ngalo.

Any stories of your upbringing? What was your upbringing like?
I am Noloyiso Maphakathi. I was raised very well by both my parents. They wouldn’t like me to get involved with certain groups of friends sometimes because they would say they are a bad influence. When I grew up, I liked to play with clay, making cows and people.

Ngubani wakwazisa ngentsimbi?
Ukwenza iNtsimbi ndakufundiswa nguMam’ Makatiso.

How were you introduced to beading?
I learnt beadwork from Makatiso Ngaka.

Yintoni ekukhuthazayo ebomini?
Ebomini bam ndikhuthazwa kukubona imisebenzi yezandla zam iyiMpumelelo kwiminqweno yam.

What inspires you in life?
I become inspired in life when I see that my artwork is successful. That is my desire.

Yintoni oyithandayo kakhulu ukukhlohla intsimbi?
Into endiyithandayo ngokuhlohla iNtsimbi kuba ndizihlalela kwam indisindisa nakwindaba ezingakhiyo zangaphandle.

What do you love about beading?
I love doing beading because you can stay indoors while avoiding the bad news on the streets.

Yintoni ofuna abantu bayazingawe?
Mna into endinqwenela uba abantu bayazi ngam ndingumntu othandayo ukumnceda uMntu kulonto imxakayo xa mna ndiyazi andikhethi buso bamntu.

What do you want to be known for?
I want people to know that I love helping people with whatever they struggle. I help everybody.

Noloyiso Maphakati

Get updates from Monkeybiz, our events and our artists

  • This field is for validation purposes and should be left unchanged.

We will process the personal data you have supplied in accordance with our privacy policy.